1
iMizekeliso Imizekeliso 28:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ocamagushela izono zakhe akayi kuba nampumelelo; kodwa othe wayixela, wayijika, wosinda.
Thelekisa
Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 28:13
2
iMizekeliso Imizekeliso 28:26
Okholose ngentliziyo yakhe usisidenge; ke yena ohamba ngengqiqo uya kusindiswa.
Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 28:26
3
iMizekeliso Imizekeliso 28:1
Abangendawo babaleka ababasukelayo; Ke wona amalungisa akholosa njengengonyama.
Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 28:1
4
iMizekeliso Imizekeliso 28:14
Hayi, uyolo lomntu ohlala enkwantya; Ke yena ontliziyo ilukhuni weyela ebubini.
Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 28:14
5
iMizekeliso Imizekeliso 28:27
Opha ihlwempu akasweli; Ke yena ofihla amehlo akhe uneengqalekiso ezininzi.
Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 28:27
6
iMizekeliso Imizekeliso 28:23
Omohlwayayo wothi kamva afumane inceba, Ngaphezu koncoma ngolwimi.
Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 28:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo