KWABASEKORINTE I 9:25

KWABASEKORINTE I 9:25 XHO75

Bonke ke abantu abazamayo, baba ziingcathu ezintweni zonke. Bona abo ke okunene benzela ukuze bazuze isithsaba esinokonakala; kodwa thina, esingenakonakala.