INTSHUMAYELI 3:17

INTSHUMAYELI 3:17 XHO75

Ndathi mna entliziyweni yam, Nolilungisa nongendawo, uThixo uya kulithetha ityala labo; ngokuba umise ixesha layo yonke imicimbi, nazo zonke izenzo.