INTSHUMAYELI 3:17
INTSHUMAYELI 3:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndathi mna entliziyweni yam, Nolilungisa nongendawo, uThixo uya kulithetha ityala labo; ngokuba umise ixesha layo yonke imicimbi, nazo zonke izenzo.
Share
Funda INTSHUMAYELI 3INTSHUMAYELI 3:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndagqiba kwelithi: “UThixo uza kugweba bonke, abalungileyo nabakhohlakeleyo, kuba umise ixesha layo yonke imicimbi nazo zonke izenzo.”
Share
Funda INTSHUMAYELI 3