UYehova wahamba phambi kwabo ngomqulu welifu emini, ebakhokela ngendlela; ngomqulu womlilo ebusuku, ebakhanyisela, ukuze bahambe imini nobusuku. Awusukanga umqulu welifu emini, nomqulu womlilo ebusuku, phambi kwabantu.
Funda IEKSODUS 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IEKSODUS 13:21-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo