Ube esehlabathini ke; ihlabathi labakho ngaye, ihlabathi alimazanga. Weza kokwakhe, baza abakhe àbamvuma.
Funda UYOHANE 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOHANE 1:10-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo