UYOHANE 1:10-11
UYOHANE 1:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ube esehlabathini ke; ihlabathi labakho ngaye, ihlabathi alimazanga. Weza kokwakhe, baza abakhe àbamvuma.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wafika ke yena ehlabathini; kanti, nangona ihlabathi labakho ngaye nje, alimqondanga. Weza kwelakowabo, aza amawabo akamamkela.
Yabelana
Funda UYOHANE 1