UYOBHI 28:12-13

UYOBHI 28:12-13 XHO75

Ke bona ubulumko bufunyanwa phi na? Iphi na indawo yengqondo? Àkalazi umntu ixabiso labo; Àbufunyanwa ezweni labahleliyo.