Ukuthetha kwakho kwabaphakamisa abakhubekayo, Wawaqinisa amadolo agevegeve. Kungokunje into izé kuwe, wadinwa; Ifike kuwe, wakhwankqiswa. Ukoyika kwakho uThixo asiyinqolonci yakho na? Ithemba lakho alikukugqibelela kweendlela zakho na?
Funda UYOBHI 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOBHI 4:4-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo