Hayi, uyolo lomntu ofumene ubulumko, Lomntu ozuze ingqondo! Kuba lulungile urhwebo lwabo ngaphezu korhwebo lwesilivere, Nongeniselo lwabo ngaphezu kwegolide embiweyo. Bunqabile bona ngaphezu kwekorale,• Nezinto zakho zonke ezinqwenelekayo azilingani nabo.
Funda IMIZEKELISO 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IMIZEKELISO 3:13-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo