IINDUMISO 150
150
Mdumiseni uThixo
1Haleluya!
Dumisani uThixo engcweleni yakhe,
Mdumiseni esibhakabhakeni samandla akhe.
2Mdumiseni ngenxa yobugorha bakhe,
Mdumiseni ngokobuninzi bobukhulu bakhe.
3Mdumiseni ngokuvuthela isigodlo,
Mdumiseni ngomrhubhe nohadi.
4Mdumiseni ngengqongqo nengqungqo,
Mdumiseni ngeento ezineentambo nogwali.
5Mdumiseni ngamacangci akhenkcezayo,
Mdumiseni ngamacangci adumayo.
6Yonke into ephefumlayo mayimdumise uYehova.
Haleluya!
Currently Selected:
IINDUMISO 150: XHO75
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
© Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved.

:
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
© Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved.