IINDUMISO 69:20

IINDUMISO 69:20 XHO75

Ingcikivo yaphula intliziyo yam, ndaphantsa ukufa; Ndathemba ukukhuzwa, akwabakho; Nokuthuthuzelwa, andakufumana.