IINDUMISO 69:20 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IINDUMISO 69:20 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ingcikivo yaphula intliziyo yam, ndaphantsa ukufa; Ndathemba ukukhuzwa, akwabakho; Nokuthuthuzelwa, andakufumana.

IINDUMISO 69:20 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Izinyeliso ziwaphule umoya wam; kungokunje ndivikivekile. Ndathemba ukukhuzwa, kodwa nya! Nokuthuthuzelwa andakufumana.

IINDUMISO 69:20 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ukutukwa kuqekezile intliziyo yam; ndiyafa kakulu: ndakangela ukuku̔zwa, kanti bekungeko; nabatutuzeli, kanti andibafumananga.

IINDUMISO 69:20 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ingcikivo yayaphula intliziyo yam; ndaye ndeva intlungu; nabathuthuzeli, kodwa andabafumana.