Amaculo 69:20

Amaculo 69:20 XHO1902A

Ukutukwa kuqekezile intliziyo yam; ndiyafa kakulu: ndakangela ukuku̔zwa, kanti bekungeko; nabatutuzeli, kanti andibafumananga.