Akwaba abantu bam bebendiva, Akwaba uSirayeli ubehamba ngendlela yam! Bendiya kuzithoba kamsinya iintshaba zabo, Ndisibuyisele phezu kwababandezeli babo isandla sam.
Funda IINDUMISO 81
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 81:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo