IINDUMISO 92:14-15

IINDUMISO 92:14-15 XHO75

Aya kuhluma eselenezimvi, Aya kuba etyebile, eluhlaza; Ukuze axele ukuba uthe tye uYehova, Uliwa lam, kungekho bugqwetha kuye.