Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

UZEFANIYA 3:15

UZEFANIYA 3:15 XHO75

UYehova ukususile ukugwetywa kwakho, úzidedisile iintshaba zakho; ukumkani wakwaSirayeli, uYehova, uphakathi kwakho; akusayi kuba sabona bubi.