Ukuba ke wonke umzimba ubuliliso ngesisiva njani? Khona ukuba ubuyindlebe wonke, ngesijoja njani? Kodwa ke uThixo udale amalungu ahlukeneyo emzimbeni ngokuthanda kwakhe. Ukuba amalungu onke ebelilungu elinye qha, ibingàyi kuba ngumzimba loo nto.
Funda 1 KWABASEKORINTE 12
Share
Compare All Versions: 1 KWABASEKORINTE 12:17-19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos