Kukho iintlobo ngeentlobo zeziphiwo, kodwa zivela kuMoya omnye. Kukho iintlobo ngeentlobo zemisebenzi, kodwa kusetyenzelwa iNkosi enye. Kukho iintlobo-ntlobo zeziphiwo zamandla okusebenza, kodwa xa zizonke zivela kuThixo, ikwanguye nozabela ulowo nalowo.
Funda 1 KWABASEKORINTE 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 1 KWABASEKORINTE 12:4-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo