1 KWABASEKORINTE 2:12

1 KWABASEKORINTE 2:12 XHO96

Ke thina asamkelanga moya simnikwe ngabantu; samkele uMoya esimnikwe nguThixo, ukuze sizazi izinto uThixo asibabale ngazo.