2 KWABASETESALONIKA 3:2

2 KWABASETESALONIKA 3:2 XHO96

Nam nindithandazele ukuze ndihlangulwe kubantu abakhohlakeleyo abanobuqhokolo. Kaloku asingabo bonke abantu abalwamkelayo udaba lweNkosi.