xa wathi: “ ‘Yiya uthi kwaba bantu: Nàkuphulaphula niphulaphule, ningaqondi noko; nàkujonga nijonge, ningaboni nto. Kuba ingqiqo yaba bantu ibuthuntu, bazivingcile iindlebe zabo, bawavala namehlo abo. Kungenjalo bebeya kubona, beve ngeendlebe zabo, baqonde ngeengqondo zabo, baze babuyele kum, ndize ndibaphilise;’ utsho uThixo. ”
Funda UMSEBENZI WABATHUNYWA 28
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:26-27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo