“Emva kwaloo mihla imisiweyo mna Nebhukadenezare ndakhangela ezulwini, kwatsho kwee dlwe, zabuya iingqondo! Ndambonga ke uPhezukonke, ndamdumisa ndamncoma lowo ungophilayo kude kuse ephakadeni. “Kaloku igunya lakhe aliyi kuba nasiphelo. nalo ulawulo lwakhe luhleli kwizizukulwana ngezizukulwana.
Funda UDANIYELI 4
Share
Compare All Versions: UDANIYELI 4:34
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos