Ukulila kunexesha lako, nokuhleka kunexesha lako. Likho ixesha lokuzila, likwakho nexesha lemihlali. Ukusarhaza amatye kunexesha lako, nokuqokelela amatye kunexesha lako. Likho ixesha lokuwolana, likwakho nexesha lokuyeka ukuwolana.
Funda AMAVA ENGQONDI 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: AMAVA ENGQONDI 3:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo