UHEZEKILE 7:13

UHEZEKILE 7:13 XHO96

Umthengisi akayi kuwubuyiselwa umhlaba wakhe nokuba usaphila nomthengi, kuba awuzukujikwa umbono oxela intshabalalo yesihlwele. Akukho namnye oya kuba nako ukusindisa ubomi bakhe, kuba kaloku akukho namnye ungonanga.