UThixo wamva ekhala umntwana, kwavakala ilizwi lesithunywa livela ezulwini, lisithi kuHagare: “Ukhathazwa yintoni, Hagare? Sukoyika. UThixo umvile umntwana wakho kulaa ndawo umbeke kuyo. Hamb' uye kumthatha umthuthuzele. Úya kuba ngunozala wesizwe esikhulu.”
Funda EYEZIQALO 21
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEZIQALO 21:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo