“URubhen lizibulo lam; ndazibon' amandla ngaye; ubudoda bam ndabuqonda ngaye. Ngoyena unamandla; ngoyena unewonga koonyana bam bonke. Kambe ke akasayi kutshatshela. Yintw' efan' igqabhuke okomsinga wamanzi, kuba yangena iqadi likayise, yasixabhel' isilili soyise.
Funda EYEZIQALO 49
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEZIQALO 49:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo