Bathumela isigidimi ke kuJosefu ukuba sise umlomo othi: “Ubawo wathi ze sithi kuwe, Josefu, uze usixolele ngesenzo esakwenza sona. Sixolele ke ngoko, thina zicaka zikaThixo kabawo.” Zehla iinyembezi kuJosefu akuwuva loo mlomo.
Funda EYEZIQALO 50
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEZIQALO 50:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo