IGENESIS 50:17
IGENESIS 50:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nòtsho kuYosefu ukuthi, Khawuluxolele ukreqo lwabakhuluwa bakho, nesono sabo sokuba bekwenze into embi; ngoko khawuluxolele ukreqo lwabakhozi boThixo wooyihlo. Walila uYosefu ekuthetheni kwabo kuye.
IGENESIS 50:16-17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bathumela isigidimi ke kuJosefu ukuba sise umlomo othi: “Ubawo wathi ze sithi kuwe, Josefu, uze usixolele ngesenzo esakwenza sona. Sixolele ke ngoko, thina zicaka zikaThixo kabawo.” Zehla iinyembezi kuJosefu akuwuva loo mlomo.
IGENESIS 50:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Nothi kuYosefu, Ubuxolele abazalwana bakho ubugwenxa babo nesono sabo; ngokuba bamonile; sixolele izono zabakhonzi boThixo wooyihlo. Walila uYosefu bakuthetha naye.
IGENESIS 50:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Niya kutsho ku‐Josefe ukuti: Uze uke uxolele isilandu sabakuluwe bako, nesono sabo; ngokuba bekwenzele inkohlakalo: ngako kaloku, uze uxolele isilandu sezicaka zake UTIXO woyihlo wako. Walila ke u‐Josefe kwakutetwa kuye.