UISAYA 12:2

UISAYA 12:2 XHO96

Ngenene uThixo ngumsindisi wam; ndokholosa ngaye ndingenadyudyu. NgoNdikhoyo ndomelele ndide ndimemelele, kuba kaloku nguye ondihlangulayo.