Kunyembelekile kwabo babhenela kuncedo lweJiputa; nditsho abo bathembela kumahashe, abo bakholosa ngeenqwelo eziyinyambalala, nabaqamele ngobukroti bamajoni, nditsho amajoni amahashe, abantu abangamjongele nto uYedwa kaSirayeli, nditsho abangasifuniyo isiluleko *sikaNdikhoyo.
Funda UISAYA 31
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UISAYA 31:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo