*UNdikhoyo unimema esenjenje: “Yizani nonke nina ninxaniweyo; yizani xa ninonke, nanga amanzi. Yizani nonke, nabo bangenamali; thengani, naku ukutya nitye. Yizani nizenzele kwiwayini nobisi; xa iyonke loo nto sisimahla.
Funda UISAYA 55
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UISAYA 55:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo