UYOBI 28:12-13
UYOBI 28:12-13 XHO96
“Kambe ke, bungaze bufumaneke phi ubulumko? Khona lona ulwazi lungazuzwa phi? Ewe, ubulumko abunakufumaneka ebantwini; kaloku akukho namnye ulaziyo nexabiso labo.