Mna ndiya kunibuyekeza ngelahleko yeminyaka yeenkumbi – nditsho umkhothululi, nomqikela, nomnqunquthi, loo mkhosi wam omkhulu ndanithumela ngawo. Niya kutya nizibethe zibe bomvu, nitsho nilidumise igama likaNdikhoyo uThixo wenu onenzele imimangaliso engaka. Soze baphinde badeleke abantu bam nanini na.
Funda UJOWELI 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJOWELI 2:25-26
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo