Yithi xa wena unesidlo, umeme amahlwempu, iziqhwala, izilima, neemfama. Wosikeleleka ke, kuba àbanako ukuphinda bakumeme bona – wena wobuyekezwa ekuvukeni kwamalungisa.”
Funda ULUKA 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: ULUKA 14:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo