“Celani nophiwa, funani nofumana, nkqonkqozani novulelwa; kuba wonke umntu ocelayo uyazúza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uyavulelwa.
Funda UMATEWU 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UMATEWU 7:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo