IINDUMISO 127:3-4

IINDUMISO 127:3-4 XHO96

Uyabona ke, oonyana lilifa elivela kuNdikhoyo; ngenene, abantwana sisipho esivela kuye. Oonyana bendodana bafana neentolo elixhobe ngazo ijoni.