IINDUMISO 59:16

IINDUMISO 59:16 XHO96

Kodwa ke mna ndiya kucula ndibonga amandla akho; ndiya kumemelela kwasekuseni, kuba uthando lwakho luyamangalisa. Kaloku wena uyinqaba yam, ungumqolomba ngomhla wembandezelo.