Eyokuqala yezikronike 28:9
Eyokuqala yezikronike 28:9 XHO1902A
Nawe, Solomone, nyana wam! yazi ke utixo kayihlo, umkonze ngentliziyo ekolisekileyo, nangompefumlo ovumayo: ngokuba uyehova ebuza intliziyo zonke, nako konke ukucinga kwenkumbulo nyakuqonda: ukuba uyamfuna, wofunyanwa nguwe; kanti ukuba uyamshiya, wokulahla kude kube ngunapakade.

