Eyokuqala yezikronike 4:10
Eyokuqala yezikronike 4:10 XHO1902A
Waza wabiza u‐Yabetse kutixo wo‐Sirayeli, esiti: Wanga ungakolisa ukunditamsanqela, uwandise umda wam, siti isandla sako sibe kunye nam, uze undinqande ebubini, ukuze bungandenzi buhlungu! Wati utixo wamamkelisa oko wakucelayo.

