Ningalitandi ilizwe, kwa nezinto ezikulo ilizwe. Xeshekweni umntu alitandayo ilizwe, utando LUKAYISE aluko kuye. Ngokuba konke okuselizweni, inkanuko yenyama, nenkanuko yamehlo, ner̔atshi lobomi, kungaveli kuye UYISE, kuvela kulo ilizwe.
Funda Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo