Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:16-17
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:16-17 XHO1902A
Kanjalo tina silwazile sikoliwe nokukolwa lulo olotando UTIXO analo kuti. UTIXO ulutando: nalowo uhlala elutandweni, yena uyahlala KUTIXO, naye UTIXO uyahlala kuye. Kuko oku utando lufezekiselwe tina, ukuze sibe nalo ukalipo emhleni womgwebo: ngokuba njengokuba enjalo yena lowo, sinjalo tina nati kwelilizwe.