Wandula wati u‐Elija kubo bonke abantu: Sondelani kum. Basuka bonke abantu basondela kuye. Waza walungisa isibingelo SIKAYEHOVA esibe sicitekile.
Funda Eyokuqala yokumkani 18
Share
Compare All Versions: Eyokuqala yokumkani 18:30
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos