OOKUMKANI I 18:30
OOKUMKANI I 18:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uEliya ebantwini bonke, Sondelani kum apha. Basondela ke abantu bonke kuye. Wabuya wasakha isibingelelo sikaYehova esibe sidiliziwe.
Share
Funda OOKUMKANI I 18OOKUMKANI I 18:30 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke uEliya wabhekisa kubo bonke abantu, wathi: “Yizani kum apha.” Beza kuye bonke, waza ke yena walilungisa iqonga likaNdikhoyo elaliselonakele.
Share
Funda OOKUMKANI I 18