Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 3:8-9
Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 3:8-9 XHO1902A
UKUPELA ke, yibani nonke nivumelana, nivelana ngobubele, nitandana njengabazalwana, ninenceba, ninobuhlobo: ningapindezeli ngobubi ngenxa yobubi, umhlaumbi ngokutuka ngenxa yokutuka; kodwa ngelinye icala nitamsanqelisa; nisazi nje ukuba nabizelwa kwa oku, ukuze nizuze itamsanqa.