wabambisa ngesibambiso, wati: YEHOVA wemikosi! ukuba woka ukangele imbandezelwa yesicakakazi sako, undikumbule, ungalibali isicakakazi sako, uze usinike isicakakazi sako umntwana wobudoda, sendiya kumnika KUYEHOVA ngayo yonke imihla yobomi bake; kanjalo isitshetshe sokugugula asiyi kunyuka pezu kwentloko yake.
Funda Eyokuqala ka‐Samyali 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala ka‐Samyali 1:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo