Eyokuqala ka‐Samyali 20:17
Eyokuqala ka‐Samyali 20:17 XHO1902A
Walekela u‐Jonatane ukumfungisa u‐Davide, ngenxa yokumtanda kwake; ngokuba ebemtanda ngokutanda kwompefumlo wake.