USAMUWELI I 20:17 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

USAMUWELI I 20:17 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Waphinda uYonatan ukumfungisa uDavide ngokumthanda kwakhe; ngokuba ebemthanda njengomphefumlo wakhe.

USAMUWELI I 20:17 XHO96 (IBHAYIBHILE)

UJonatan wabuya wamfungisa uDavide ukuba amthande, kuba yena wayemthanda uDavide ngomphefumlo wakhe wonke.

USAMUWELI I 20:17 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Walekela u‐Jonatane ukumfungisa u‐Davide, ngenxa yokumtanda kwake; ngokuba ebemtanda ngokutanda kwompefumlo wake.

USAMUWELI I 20:17 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Waphinda uYonatan ukumfungela uDavide ngokumthanda kwakhe, ngokuba ebemthanda njengomphefumlo wakhe.