Eyokuqala ka‐Samyali 23:14
Eyokuqala ka‐Samyali 23:14 XHO1902A
Waza u‐Davide wahlala entlango ezinqatyeni, wahlala entabeni esentlango ye‐Zifi. Waye u‐Saule wamfuna imihla yonke; kodwa uyehova akamnika esandleni sake.