USAMUWELI I 23:14 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
USAMUWELI I 23:14 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahlala ke uDavide entlango ezimboniselweni, wahlala ezintabeni entlango yeZifi. USawule wamfuna imihla yonke; uThixo akamnikela esandleni sakhe.
Yabelana
USAMUWELI I 23 XHO75USAMUWELI I 23:14 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide waya kuhlala kwiindawo ezinqabileyo entlango nakweleentaba zentlango eyiZifi. Wathi rhoqo uSawule ukufuna uDavide, kodwa *uNdikhoyo akamnikelanga ezandleni zakhe.
Yabelana
USAMUWELI I 23 XHO96USAMUWELI I 23:14 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Davide wahlala entlango ezinqatyeni, wahlala entabeni esentlango ye‐Zifi. Waye u‐Saule wamfuna imihla yonke; kodwa UYEHOVA akamnika esandleni sake.
Yabelana
USAMUWELI I 23 XHO1902AUSAMUWELI I 23:14 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uDavide wahlala entlango ezimboniselweni, wahlala entabeni eyintlango yeZifi. uSawule wamkhangela yonke imihla, kodwa uThixo akamnikela esandleni sakhe.
Yabelana
USAMUWELI I 23 CXB24